Skip to content Skip to footer

Mayelana neProjekthi

Iziphumo zezifundo zentsebenziswano kweZempilo noKusebenza ngexesha lwesifo(COH-FIT) yeyona project yophando enkulu kwizizwe zehlabathi yeya bantu bonke bamazwe achatshazelwe ngubhubhane wesifo secorona (COVID-2019) Iproject iquke pantse i200 yabaphandi futhi inqginelwe yintlaninge yamazwe kunye nemibutho yengcali yezizwe zehlabathi Sizokuqokelela inkcukacha kubathathinxaxheba abangaphezu kwe 100,000kumazwe anga phantsi >ko 30 kumazwekazi ama 6ngelwimi eziyi 25.

Uphando lwe COH-FIT luzosasazwa kathathu: Ngexesha likabhubhane (isigaba 1), kunye 2) 6 inyanga (isigaba 2) kunye3) 12 iinyanga ((isigaba 3) emva kokuphela kobhubhane we COVID-19.Sizobuza ngenkcukacha zongaziwayo kubantu abadala, abafikisayo kunye nabantwana (abaneminyaka eyi 6 nangaphezulu) bevuma ukuthathinxaxheba kuphando.Sibuza inkcukacha ngedemographics , ubungcali( Unompilo/Ipolisa, Isicima mlilo, umsebenzi wamajoni omkhosi vs abanye) ubume bempilo yomzimba neyengqondo nokuziphatha kunye nezinto ekuhlaleni, zombini phambi kobhubhane we COVID_19 nangexesha ngalinye lophando lwe COH-FIT. 

Iproject ye COH-FIT igxile ekuchongeni abantu abasemngciphekweni ophezulu nosezantsi ngezigulo zomzimba nezenqgondo ngexesha lokosuleleka nezigaba ezahlukeneyo zemiqathango, nokuchonga imingcipheko nempembelelo zokhuseleko ezizokwazisa inqubo zothintelo nongenelelo lukabhubhane we COVID-19 kunye nokuba abanye obhubhane bangenzeka kwixa elizayo.

COH-FIT © 2024. All Rights Reserved.