Iziphumo zezifundo zentsebenziswano kweZempilo nokuSebenza ngeXesha lesifo (COH-FIT) yeyona project yophando enkulu kwizizwe zehlabathi yeyabantu bonke bamazwe achatshazelwe ngubhubhane wesifo secorona (COH-19) Iquka phantse I 200 yabaphandi kumazwe angaphezu kwe 35 futhi yangqinwa yintlaninge yamazwe kunye nengcali yezizwe zehlabathi. Iproject ye COH-FIT ijolise ekuchongeni ingozi nempembelelo zokhuseleko ezizokwazisa ukhuseleko nenkqubo zokulamla ubhubhane we COVID-19 kunye nokuba abanye obhubhane bangenzeka kwilixa elizayo”
UProf Christoph U,Correll, USA/Germany, kunye noDr. Marco Solmi wase Italy bobabini nendzululwazi ezinga phezu kwe 200ezivela kwizizwe jikelele, ziqhuba iproject ye COH-FIT ukuze bajonge ukuba ubhubhane we COVID-19 uzichaphazele njani impilo zabantu jikelele ngokwase mzimbeni nangokwase ngqondweni.
Inani elikhulu elingaphezu kwe 200 yenzululwazi kwizizwe ezingaphezu ko 35 esuka kwimibutho yemfundo ephakamileyo kwihlabathi jikelele zithatha inxaxheba kule project ngokulungelelanisa
Iproject ye COH-FIT inqginiwe yaxhaswa linani elikhulu lesizwe kunye nemibutho yomakhwekhwetha kwezemfundo beZizwe zehlabathi kunye nenzululwazi eluntwini
Wonke umntu ubalulekile! Ukunceda wonke umntu, siyayidinga inkxaso yomntu ngamnye. Nomnikelo wakho, ukuququzela kwakho kuhambisela phambili ulwazi oluzakunceda ukulwa nobhubhane we COVID-19
Yeyamajelo, endaba, imfundo ephakamileyo okanye imibuzo ngezeminikelo ngokuphathelene neproject ye COH-FIT,qhakamshelana nathi apha.
Pesquisa disponível para adultos, adolescentes e crianças.
Escolha sua categoria:
Pesquisa disponível para adultos, adolescentes e crianças.
Escolha sua categoria:
Η έρευνα είναι διαθέσιμη για Ενήλικες, Εφήβους και Παιδιά.
Παρακαλώ διαλέξτε την ηλικιακή σας ομάδα:
Umfrage für Erwachsene, Jugendliche und Kinder verfügbar.
Wählen Sie Ihre Kategorie:
Enquête disponible pour les adultes, les adolescents et les enfants.
Choisissez votre catégorie:
Sondaggio disponibile per adulti, adolescenti e bambini.
Scegli la tua categoria:
Enquête beschikbaar voor volwassenen, adolescenten en kinderen.
Kies uw categorie:
Enquête beschikbaar voor volwassenen, adolescenten en kinderen.
Kies uw categorie:
Enquista d’obtegnair per creschids, giuvenils ed uffants.
Tscherner la categoria:
این نظرسنجی برای بزرگسالان ، نوجوانان و کودکان در دسترس است. رده سنی خود را انتخاب کنید.
প্রাপ্তবয়স্ক, কিশোর-কিশোরী এবং বাচ্চাদের জন্য সমীক্ষা উনমুক্ত। আপনার বিভাগটি নর্বাচন করুন: